1
IZENZO 3:19
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Guqukani ke ngoko, nibuye, ukuze zicinywe izono zenu; ngokokuze afike amathuba okuphumza, evela ebusweni beNkosi
비교
IZENZO 3:19 살펴보기
2
IZENZO 3:6
Wathi ke uPetros, Isilivere negolide andinayo, kodwa endinako ndikunika khona: egameni likaYesu Kristu umNazarete, vuka uhambe.
IZENZO 3:6 살펴보기
3
IZENZO 3:7-8
Wayibamba ngesandla sokunene, wayivusa; zomelezeka ke kwalapho iinyawo zayo namaqatha ayo. Yesuka umtsi, yema, yahambahamba, yangena nabo etempileni, ihambahamba itsiba, imdumisa uThixo.
IZENZO 3:7-8 살펴보기
4
IZENZO 3:16
Nangenxa yokukholwa kwigama layo, lo nimbonayo, nimaziyo, limomelezile igama layo; lwathi ukholo olungayo lwamnika oku kuphila kupheleleyo phambi kwenu nonke.
IZENZO 3:16 살펴보기