1
IZENZO 27:25
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kungoko ndithi, Yibani nomxhelo owonwabileyo, madoda; kuba ndiyakholwa nguThixo, ukuba kuya kuba njalo ngolo hlobo athethe ngalo kum.
비교
IZENZO 27:25 살펴보기
2
IZENZO 27:23-24
Kuba ngobu busuku bekumi ngakum isithunywa sikaThixo, endingowakhe, endimkhonzayo, sisithi, Musa ukoyika, Pawulos, umelwe kukuma phambi koKesare;• uyabona, uThixo ukubabale ngabo bonke abasemkhombeni nawe.
IZENZO 27:23-24 살펴보기
3
IZENZO 27:22
Nangoku ndiyaniluleka ukuba nibe nomxhelo owonwabileyo; kuba kuni aba, akukho uya kulahlekelwa bubomi bakhe, yoba ngumkhombe wodwa.
IZENZO 27:22 살펴보기