YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

IZENZO 26 - 인기 성경 구절

1

IZENZO 26:17-18

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ndikunyothula ebantwini nasezintlangeni, endikuthuma kuzo ngokunje; ukuba uvule amehlo abo, ukuze babuye ebumnyameni, beze ebumhlotsheni; babuye egunyeni likaSathana, beze kuThixo; ukuze bamkele uxolelo lwezono, nelifa phakathi kwabangcwalisiweyo, ngokukholwa kum.

비교

IZENZO 26:17-18 살펴보기

2

IZENZO 26:16

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Vuka, ume ngeenyawo; kuba ndibonakele kuwe ngenxa yoku, ukuba ndikumise ube ngumkhonzi nengqina lezi zinto uzibonileyo, nendiya kubonakala kuwe ngazo

비교

IZENZO 26:16 살펴보기

3

IZENZO 26:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ndathi ke mna, Ungubani na, Nkosi? Yathi ke yona, Mna ndinguYesu omtshutshisayo.

비교

IZENZO 26:15 살펴보기

4

IZENZO 26:28

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi ke uAgripa kuPawulos, Ngokuncinane undeyisela ukuba ndibe ngumKristu.

비교

IZENZO 26:28 살펴보기

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트