YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KUTIMOTI II 2 - 인기 성경 구절

1

KUTIMOTI II 2:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kukhuthalele ukuzimisa phambi koThixo úcikidekile, ungumsébenzi ongenazintloni, ulungisa ukulahlula ilizwi lenyaniso.

비교

KUTIMOTI II 2:15 살펴보기

2

KUTIMOTI II 2:22

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke zibaleke iinkanuko zobutsha; phuthuma ke ubulungisa, ukholo, uthando, uxolo nabo bayinqulayo iNkosi ngokwasentliziyweni ehlambulukileyo.

비교

KUTIMOTI II 2:22 살펴보기

3

KUTIMOTI II 2:24

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke umkhonzi weNkosi akamele kulwa; umele ukuba nokuthantamisa kubantu bonke, enokufundisa

비교

KUTIMOTI II 2:24 살펴보기

4

KUTIMOTI II 2:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ukuba asithembekile, yena uhlala ethembekile; akanako ukuzikhanyeza.

비교

KUTIMOTI II 2:13 살펴보기

5

KUTIMOTI II 2:25

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

enyamezela ububi, ebaqeqesha ngobulali abo baphikayo; ukuba akangethi na kanti uThixo abaphe inguquko esa ekuyazini inyaniso, babuye baqabuke

비교

KUTIMOTI II 2:25 살펴보기

6

KUTIMOTI II 2:16

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke zona iintetho ezingento, ezihlambelayo, zinxweme; kuba ziya kuhambela phambili kokukhona kungahloneli Thixo.

비교

KUTIMOTI II 2:16 살펴보기

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트