YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

KUTIMOTI II 1 - 인기 성경 구절

1

KUTIMOTI II 1:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba uThixo akasinikanga moya wabugwala; wasinika owamandla, nowothando, nowesidima.

비교

KUTIMOTI II 1:7 살펴보기

2

KUTIMOTI II 1:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

wasibiza ngobizo olungcwele, engenzi ngokwemisebenzi yethu, esenza ngokweyakhe ingqibo, nobabalo, esababalwa ngalo ngoKristu Yesu phambi kwamaxesha aphakade

비교

KUTIMOTI II 1:9 살펴보기

3

KUTIMOTI II 1:6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Endithi ngenxa yelo thuba ndikukhumbuze, ukuba usikhwezele isipho sokubabalwa kwakho nguThixo, esikhoyo kuwe ngokubekwa kwezandla zam phezu kwakho.

비교

KUTIMOTI II 1:6 살펴보기

4

KUTIMOTI II 1:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngabo ubungqina beNkosi yethu, nangam, mna mbanjwa wayo; suka uve ububi kunye nam ngenxa yeendaba ezilungileyo, ngokwamandla kaThixo; owasisindisayo

비교

KUTIMOTI II 1:8 살펴보기

5

KUTIMOTI II 1:12

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

endithi kananjalo ngenxa yeli thuba ndive obu bunzima. Noko ke andinazintloni; kuba ndiyamazi endikholiweyo nguye; kanjalo ndithi, ndeyisekile ukuba únako ukuyigcina into endimphathisileyo, ese kuloo mini.

비교

KUTIMOTI II 1:12 살펴보기

KUTIMOTI II 1: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트