1
KWABASEKORINTE II 7:10
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kuba ubuhlungu obungokukaThixo busebenza inguquko esingisa elusindisweni, ekungekho kuzohlwaya ngayo; ke kona okwehlabathi ukuba buhlungu kusebenza ukufa.
비교
KWABASEKORINTE II 7:10 살펴보기
2
KWABASEKORINTE II 7:1
Sínawo nje ngoko la madinga, zintánda, masizihlambulule kuko konke ukudyobheka kwenyama nokomoya sibufeza ubungcwele, sisoyika uThixo.
KWABASEKORINTE II 7:1 살펴보기
3
KWABASEKORINTE II 7:9
Ngoku ke ndiyavuya, ndingavuyeli kuba neenziwa buhlungu, ndivuyela ukuba nênziwa buhlungu ngokwasinga enguqukweni; kuba nênziwa buhlungu ngokokukaThixo, ukuze ningalahlekwa nto ngathi.
KWABASEKORINTE II 7:9 살펴보기