1
KWABASEKORINTE II 6:14
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Musani ukunxulumana nabolunye uhlobo, abangakholwayo ke; kuba kunakwabelana kuni na ubulungisa nokuchasa umthetho? Kunabudlelane buni na ke ukukhanya nobumnyama?
비교
KWABASEKORINTE II 6:14 살펴보기
2
KWABASEKORINTE II 6:16
Inakudibana kuní na ke itempile kaThixo nezithixo? Kuba nina niyitempile kaThixo ophilileyo; njengokuba watshoyo uThixo ukuthi, Ndiya kuhlala phakathi kwabo, ndihambe phakathi kwabo; ndibe nguThixo wabo, babe ngabantu bam bona.
KWABASEKORINTE II 6:16 살펴보기
3
KWABASEKORINTE II 6:17-18
Kungoko ndithi, Phumani phakathi kwabo, nizahlule, itsho iNkosi, Nento engcolileyo ningayichukumisi; () Ndandiya kunamkela, Ndibe nguyihlo, Nina nibe ngoonyana neentombi kum; Itsho iNkosi uSomandla. ()
KWABASEKORINTE II 6:17-18 살펴보기
4
KWABASEKORINTE II 6:15
Unakuvumelana kuní na ke uKristu noBheliyali?• Unasahlulelwano siní na okholwayo nongakholwayo?
KWABASEKORINTE II 6:15 살펴보기