1
KWABASEKORINTE II 4:18
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kuba ezibonwayo zezomzuzwana, ke zona ezingabonwayo zezonaphakade.
비교
KWABASEKORINTE II 4:18 살펴보기
2
KWABASEKORINTE II 4:16-17
Kungoko singethi mandla; kuba nokuba umntu wethu wangaphandle uya esonakala, usuka yena owangaphakathi aye ehlaziyeka imihla ngemihla. Kuba ubukhaphukhaphu bembandezelo yethu eyeyomzuzwana busisebenzela ngokuncamise kwaphela ubuqaqawuli obukhulukazi obungunaphakade sakubon' ukuba asixuneli ezintweni ezibonwayo, sixunela kwezingabonwayo.
KWABASEKORINTE II 4:16-17 살펴보기
3
KWABASEKORINTE II 4:8-9
Siyabandezelwa ngeenxa zonke, singaxineki; siyathingaza, singancami; Sitshutshiswa, asiyekelwa; sikhahlelwa phantsi, asitshatyalaliswa
KWABASEKORINTE II 4:8-9 살펴보기
4
KWABASEKORINTE II 4:7
Ke kaloku obu butyebi sibuphethe ngezitya zodongwe, ukuze incamisa yamandla ibe yekaThixo, ingaphumi kuthi.
KWABASEKORINTE II 4:7 살펴보기
5
KWABASEKORINTE II 4:4
athe uthixo weli phakade wazimfamekisa ngaphakathi kwabo iingqiqo zabangakholwayo, ukuze singabengezeli kubo isikhanyiso seendaba ezilungileyo zobuqaqawuli bukaKristu, ongumfanekiselo kaThixo.
KWABASEKORINTE II 4:4 살펴보기
6
KWABASEKORINTE II 4:6
Ngokuba nguThixo, yena wathi ukhanyiso malukhanye ebumnyameni, okhanyisele iintliziyo zethu, ukuze kukhanye ukwaziwa kobuqaqawuli bukaThixo ebusweni bukaYesu Kristu.
KWABASEKORINTE II 4:6 살펴보기