1
KWABASEKORINTE II 3:17
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
INkosi ke inguye uMoya; apho ke akhoyo uMoya weNkosi, kubakho inkululeko.
비교
KWABASEKORINTE II 3:17 살펴보기
2
KWABASEKORINTE II 3:18
Thina ke sonke, sínobuso nje obubhenqwe isigqubuthelo, síbukhangela njengokwasesipilini ubuqaqawuli beNkosi, senziwa similise okwaloo mfanekiselo, sivela ebuqaqawulini sisinge ebuqaqawulini, kwanjengokuvela eNkosini enguMoya.
KWABASEKORINTE II 3:18 살펴보기
3
KWABASEKORINTE II 3:16
Ke xenikweni ithe ke yona yabuyela eNkosini sosuswa kuphele isigqubuthelo eso.
KWABASEKORINTE II 3:16 살펴보기
4
KWABASEKORINTE II 3:5-6
Ukutsho andithi, sikulingene ngokwethu ukucamanga nto engathi iphuma kuthi ngokwethu; ukukulingana kwethu oko kuphuma kuThixo, osenze nokusenza sakulingana ukuba ngabalungiseleli bomnqophiso omtsha; singabi ngabobhalo nje kodwa, sibe singabomoya; kuba ubhalo luyabulala, umoya ke udlisa ubomi.
KWABASEKORINTE II 3:5-6 살펴보기