Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:17-18
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:17-18 XHO1902A
ngokuba ubukumkani bukatixo bungekukutya nokusela, bububulungisa, noxolo, novuyo kumoya oyingcwele. Ngokuba oti kwezizinto akonze u‐Kristu, ekolekile kutixo, enokubukwa nangabantu.


