I‐Genesise 6:6

I‐Genesise 6:6 XHO1902A

Waza wanosizi uyehova ukuba ebenzile umntu emhlabeni, kwaye kububuhlungu kuye entliziyweni yake.