I‐Genesise 6:12
I‐Genesise 6:12 XHO1902A
Waza utixo wakangela umhlaba; bona ke, wawonakele; ngokuba uluntu lonke lube lwonakalisile indlela yalo pezu kwomhlaba.