I‐Kesodusi 2:24-25

I‐Kesodusi 2:24-25 XHO1902A

Weva utixo ukutswina kwalo, wayekumbula utixo ucebano lwake kunye no‐Abrahame, no‐Yisake, no‐Yakobi. Waza utixo wabona usapo luka‐Sirayeli, waye utixoenokulwazi.