Logo YouVersion
BibPlan yoVideyo
Pran aplikasyon an
Seleksyone Lang
Chache Icon

Vèsè popilè nan Bib la ki soti nan I‐Kesodusi 31

1

I‐Kesodusi 31:2-5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Uyabona ke, sendimbizile ngegama u‐Betsalele, unyana ka‐Uri, unyana ka‐Hure, owesizwe sika‐Juda. Yena ndimzalisile ngomoya KATIXO, ngobulumko, nangengqondo, nangokwazi, nangentlobo zonke zomsebenzi; ukuze aqinge amasetyenzwa obuncibi, enze ngegolide, nangesilivere, nangexina, nangokuqingqa amatye, okuba kufakwe, nangokuqingqa imiti, yokuba kwenziwe ngentlobo zonke zomsebenzi.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 31:2-5

2

I‐Kesodusi 31:13

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wena kanjalo teta nosapo luka‐Sirayeli, usiti: Okwenene isabata zam niya kuzigcina; ngokuba oku kungumqondiso pakati kwam nani ngezizukulwana zenu; kuze kwaziwe ukuba ndi NGUYEHOVA oningcwalisayo.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 31:13

3

I‐Kesodusi 31:17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ingumqondiso yona pakati kwam nosapo luka‐Sirayeli kude kube ngunapakade; ngokuba ngemihla mitandatu wenza UYEHOVA izulu nomhlaba, waza wapumla ngomhla wesixe̔nxe, womelezwa.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 31:17

Plan lekti ak devosyon gratis yo ki gen rapò ak I‐Kesodusi 31

Chapit Avan yo
Chapit suivan
YouVersion

Ankouraje ak defi pou w chèche entimite ak Bondye chak jou.

Ministè

Apwopo

Karyè yo

Volontè

Blòg

Peze

Lyen itil yo

Ed

Fè yon don

Vèsyon Bib yo

Odyo Bib yo

Diferan Lang yo nan Bib la

Vèsè Jodi a


Yon Ministè Digital nan

Life.Church
Kreyòl Ayisyen

©2026 Life.Church / YouVersion

Politik PriveTèm yo
Pwogram Divilgasyon Vilnerabilite
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest