Logo YouVersion
BibPlan yoVideyo
Pran aplikasyon an
Seleksyone Lang
Chache Icon

Vèsè popilè nan Bib la ki soti nan I‐Kesodusi 13

1

I‐Kesodusi 13:21-22

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza UYEHOVA wahamba pambi kwabo, emini entsikeni yelifu, ukuba abakokele endleleni, nasebusuku entsikeni yomlilo, ukuba abakanyisele, kuze kuhanjwe emini nasebusuku. Ayemka intsika yelifu emini, kwa nentsika yomlilo ebusuku, ebusweni babantu.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 13:21-22

2

I‐Kesodusi 13:17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

KWAYE kute, xeshekweni u‐Faro ebendulule abantu, waza UTIXO akabakapa ngendlela yasezweni lama‐Filistiya, nakuba leyo ibifutshane; ngokuba ebesiti UTIXO: Hleze abantu babe nosizi bakubona imfazwe, baze babuyele e‐Jipete.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 13:17

3

I‐Kesodusi 13:18

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa UTIXO wabazekelelisa abantu ngendlela yasentlango yolwandle olubomvu. Lwati usapo luka‐Sirayeli lwenyuka ezweni le‐Jipete luxo̔bile.

Konpare

Eksplore I‐Kesodusi 13:18

Plan lekti ak devosyon gratis yo ki gen rapò ak I‐Kesodusi 13

Chapit Avan yo
Chapit suivan
YouVersion

Ankouraje ak defi pou w chèche entimite ak Bondye chak jou.

Ministè

Apwopo

Karyè yo

Volontè

Blòg

Peze

Lyen itil yo

Ed

Fè yon don

Vèsyon Bib yo

Odyo Bib yo

Diferan Lang yo nan Bib la

Vèsè Jodi a


Yon Ministè Digital nan

Life.Church
Kreyòl Ayisyen

©2026 Life.Church / YouVersion

Politik PriveTèm yo
Pwogram Divilgasyon Vilnerabilite
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest