Logo YouVersion
BibPlan yoVideyo
Pran aplikasyon an
Seleksyone Lang
Chache Icon

Vèsè popilè nan Bib la ki soti nan UMATEYU 11

1

UMATEYU 11:28

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Yizani kum nonke nina nibulalekayo, nisindwayo ngumthwalo, ndoninika ukuphumla.

Konpare

Eksplore UMATEYU 11:28

2

UMATEYU 11:29

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Thabathani idyokhwe yam niyithwale, nifunde kum; ngokuba ndinobulali, ndithobekile ngentliziyo; noyifumanela ukuphumla imiphefumlo yenu.

Konpare

Eksplore UMATEYU 11:29

3

UMATEYU 11:30

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba idyokhwe yam imnandi, nomthwalo wam ulula.

Konpare

Eksplore UMATEYU 11:30

4

UMATEYU 11:27

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo; kanjalo akukho umaziyo uNyana, kuphela nguYise; akukho umaziyo uYise, kuphela nguNyana, nalowo athi uNyana athande ukumtyhilela.

Konpare

Eksplore UMATEYU 11:27

5

UMATEYU 11:4-5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Waphendula uYesu wathi kubo, Hambani niye kumbikela uYohane izinto enizivayo nenizibonileyo: iimfama zibuya zibone, neziqhwala ziyahamba; abaneqhenqa bayahlanjululwa, nezithulu ziyeva; abafileyo bayavuswa, namahlwempu ayazishunyayezwa iindaba ezilungileyo.

Konpare

Eksplore UMATEYU 11:4-5

6

UMATEYU 11:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Lowo uneendlebe zokuva makeve.

Konpare

Eksplore UMATEYU 11:15

Plan lekti ak devosyon gratis yo ki gen rapò ak UMATEYU 11

Chapit Avan yo
Chapit suivan
YouVersion

Ankouraje ak defi pou w chèche entimite ak Bondye chak jou.

Ministè

Apwopo

Karyè yo

Volontè

Blòg

Peze

Lyen itil yo

Ed

Fè yon don

Vèsyon Bib yo

Odyo Bib yo

Diferan Lang yo nan Bib la

Vèsè Jodi a


Yon Ministè Digital nan

Life.Church
Kreyòl Ayisyen

©2026 Life.Church / YouVersion

Politik PriveTèm yo
Pwogram Divilgasyon Vilnerabilite
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Akèy

Bib

Plan yo

Videyo