1
UHABHAKUKI 1:5
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Khangelani phakathi kweentlanga, nondele, ningakhulumi nokukhuluma; ngokuba ndiya kusebenza umsebenzi ngemihla yenu, eningayi kukholwa nguwo, nokuba niyawubaliselwa.
Konpare
Eksplore UHABHAKUKI 1:5
2
UHABHAKUKI 1:2
Kunini na, Yehova, ndizibika, ungeva; ndikhala kuwe ndisithi, Ugonyamelo, ungàsindisi?
Eksplore UHABHAKUKI 1:2
3
UHABHAKUKI 1:3
Yini na ukuba undikhangelise ubutshinga, ukondele okubi? Yimbuqo nogonyamelo phambi kwam; kukho ubambano, kuphakamé ingxabano.
Eksplore UHABHAKUKI 1:3
4
UHABHAKUKI 1:4
Ngenxa yoko úyekelelwe umyalelo, ukuze kungaveli naphakade okusesikweni; kuba abangendawo bayawarhawula amalungisa; ngenxa yoko okusesikweni kuphuma kujikekile.
Eksplore UHABHAKUKI 1:4