Logo YouVersion
BibPlan yoVideyo
Pran aplikasyon an
Seleksyone Lang
Chache Icon

Vèsè popilè nan Bib la ki soti nan UDANIYELI 1

1

UDANIYELI 1:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke kaloku, uDaniyeli wayegqibe entliziyweni yakhe, ukuba angàzingcolisi ngokudla kokumkani nangewayini ayiselayo; wacela kumthetheli-mathenwa ukuba angàzingcolisi.

Konpare

Eksplore UDANIYELI 1:8

2

UDANIYELI 1:17

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Abo bantwana bané uThixo wabanika ukwazi, nokuziqonda iincwadi zonke, nobulumko; uDaniyeli waba nokuyiqonda imibono yonke, namaphupha.

Konpare

Eksplore UDANIYELI 1:17

3

UDANIYELI 1:9

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UThixo wenza uDaniyeli ukuba afumane inceba nemfesane phambi komthetheli-mathenwa.

Konpare

Eksplore UDANIYELI 1:9

4

UDANIYELI 1:20

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke kuzo zonke iindawo zobulumko bokuqonda, abezibuza kubo ukumkani, wabafumana bebadlula ngokukalishumi zonke izazi nabakhwitsi abasebukumkanini bonke.

Konpare

Eksplore UDANIYELI 1:20

Plan lekti ak devosyon gratis yo ki gen rapò ak UDANIYELI 1

Chapit Avan yo
Chapit suivan
YouVersion

Ankouraje ak defi pou w chèche entimite ak Bondye chak jou.

Ministè

Apwopo

Karyè yo

Volontè

Blòg

Peze

Lyen itil yo

Ed

Fè yon don

Vèsyon Bib yo

Odyo Bib yo

Diferan Lang yo nan Bib la

Vèsè Jodi a


Yon Ministè Digital nan

Life.Church
Kreyòl Ayisyen

©2026 Life.Church / YouVersion

Politik PriveTèm yo
Pwogram Divilgasyon Vilnerabilite
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest