UESTERE 10
10
Ubuhandiba bukaModekayi
1Ke kaloku ukumkani uAsuwerosi wamisela irhafu kulo lonke ilizwe lombuso wakhe, wada wee xhaxhe ngeziqithi zolwandle. 2Yonke ke imisebenzi yakhe nobungangamsha bakhe, ndawonye nengcombolo epheleleyo ngobuhandiba bukaModekayi obo wanyuselwa kubo ngukumkani, xa kukonke, nâko kubhalwe encwadini yeembali zookumkani bamaMedi namaPeshiya. 3Ke uModekayi umJuda apho kuloo mbuso wayelisekela likakumkani uAsuwerosi, engobalaseleyo phakathi kwamaJuda, exatyiswe gqitha ngamawabo amaJuda. Kaloku yena wayesebenzela inkqubela yabantu bakowabo, eyimele intlala-kahle yamawabo.
Okuqokiwe okwamanje:
UESTERE 10: XHO96
Qhakambisa
Kopisha
Qhathanisa
Dlulisela
Ufuna ukuthi okuvelele kwakho kugcinwe kuwo wonke amadivayisi akho? Bhalisa noma ngena ngemvume
© Bible Society of South Africa 1996. Used with permission. All rights reserved.

: