2 YOOKUMKANI 6:18
2 YOOKUMKANI 6:18 XHO96
Luthe xa luhlayo utshaba olo lusiza ngakuElisha, suka yena wathandaza kuNdikhoyo wathi: “Khawubethe aba bantu ngobumfama.” UNdikhoyo ke wabatsho baziimfama ngokwesicelo sikaElisha.