2 YOOKUMKANI 22:19
2 YOOKUMKANI 22:19 XHO96
Ke ngenxa yokuba wena uhlabekile, waza wazithoba kum wakuweva amazwi endawathethayo ngokubhekiselele kule ndawo nabantu bayo, xa ndandisithi baqalekisiwe, futhi le ndawo iya kwenziwa ibe yinkangala, wena ke ngenxa yokuba usuke walila wazikrazula izambatho zakho, mna Ndikhoyo ndithi ndikuvile.

