1 YOOKUMKANI 4:34
1 YOOKUMKANI 4:34 XHO96
Ewe, kuSolomon kwakusiza abantu beentlanga zonke, bethunyelwa zizikumkani zehlabathi liphela, ukuze baziphulaphulele ubulumko bakhe obabungundaba-mlonyeni.