I-Logo ye-YouVersion
IBhayibheliAmapulaniAmavidiyo
Thola i App
Okukhetha Ulimi
Isici soku Sesha

Amavesi eBhayibheli adumile avela kokuthi UYOBI 1

1

UYOBI 1:20-22

IBHAYIBHILE

XHO96

Kwesi sithuba ke uYobi waphakama, wakrazula umnweba wakhe, wayigugula intloko yakhe, waza ke wee guqaqa wanqula, wathi: “Ndazalwa nguma ndizé, ndaye ke ndiya kunduluka ndikwazé. NguNdikhoyo onikayo, ikwanguye nothathayo. Malidunyiswe igama likaNdikhoyo!” Kuyo yonke le ntlekele uYobi zange one okanye akhalazele uThixo.

Qhathanisa

Hlola UYOBI 1:20-22

2

UYOBI 1:1

IBHAYIBHILE

XHO96

KwelaseUze kwakukho indoda egama linguYobi. Wayengumfo olungileyo engenabala, umfo omhlonelayo uThixo eyithiyile into embi.

Qhathanisa

Hlola UYOBI 1:1

3

UYOBI 1:8

IBHAYIBHILE

XHO96

UNdikhoyo wathi kuSathana: “Usiqondile kodwa isicaka sam uYobi? Akakho onjengaye ehlabathini liphela. Yena ngumfo othembekileyo ongenabala, indoda emhlonelayo uThixo, eyicezelayo into embi.”

Qhathanisa

Hlola UYOBI 1:8

4

UYOBI 1:12

IBHAYIBHILE

XHO96

UNdikhoyo ke wathi kuSathana: “Kulungile ke, ungayenza into oyenzayo kwinto yonke anayo, kodwa uze ungakhe ulinge umchukumise yena siqu.” USathana ke wemka apho phambi koNdikhoyo.

Qhathanisa

Hlola UYOBI 1:12

Uhlelo Lwamahhala Lokufunda nokuthandaza okuhlobene ne UYOBI 1

Isahluko esedlule
Isahluko esilandelayo
I-YouVersion'

Ukukukhuthaza nokukubekela inselelo yokufuna ubudlelwano noNkulunkulu nsuku zonke.

Inkonzo

Mayelana

Imisebenzi

Volontiya

I-Blogi

Abezindaba

Izixhumanisi Eziwusizo

Usizo

Nikela

Izinguqulo zeBhayibheli

AmaBhayibheli Alalelwayo

Izilwimi zeBhayibheli

Ivesi losuku


Inkonzo yedijithali ye

Life.Church
Zulu

©2026 I-Life.Church / YouVersion

Inqubomgomo yobumfihloImibandela
Uhlelo Lokudalula Ubungozi
U-FacebookU-TwitterI-InstagramI-YouTubeI-Pinterest