1
2 YEZIGANEKO 26:5
IBHAYIBHILE
XHO96
Wayemfuna ngenzondelelo uThixo ngemihla kaZakariya owayemluleka ngokuhlonela uThixo. Ngalo lonke ithuba emlandela uNdikhoyo, uThixo wamthi jize ngempumelelo.
Qhathanisa
Hlola 2 YEZIGANEKO 26:5
2
2 YEZIGANEKO 26:16
Kambe akuba ekhulile wanobungangamsha, u-Uziya wangenelwa likratshi elamrhuqela ekuweni. Wasuka akathembeka kuNdikhoyo uThixo wakhe, wada wangena endlwini kaNdikhoyo wenza isiqhumiso eqongeni leziqhumiso.
Hlola 2 YEZIGANEKO 26:16