1
1 YOOKUMKANI 4:29
IBHAYIBHILE
XHO96
UThixo wanika uSolomon ubulumko nengqondo egqithisileyo, nolwazi oluphangaleleyo olungenakulinganiswa oku kwentlabathi yaselunxwemeni.
Qhathanisa
Hlola 1 YOOKUMKANI 4:29
2
1 YOOKUMKANI 4:34
Ewe, kuSolomon kwakusiza abantu beentlanga zonke, bethunyelwa zizikumkani zehlabathi liphela, ukuze baziphulaphulele ubulumko bakhe obabungundaba-mlonyeni.
Hlola 1 YOOKUMKANI 4:34