I-Logo ye-YouVersion
IBhayibheliAmapulaniAmavidiyo
Thola i App
Okukhetha Ulimi
Isici soku Sesha

Amavesi eBhayibheli adumile avela kokuthi IGENESIS 2

1

IGENESIS 2:24

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngenxa yoko indoda yomshiya uyise nonina, inamathele kumkayo, babe nyama-nye ke.

Qhathanisa

Hlola IGENESIS 2:24

2

IGENESIS 2:18

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uYehova uThixo, Akulungile ukuba umntu abe yedwa; ndiya kumenzela umncedi onguwabo.

Qhathanisa

Hlola IGENESIS 2:18

3

IGENESIS 2:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UYehova uThixo wambumba umntu ngothuli lwasemhlabeni, waphefumlela emathatheni akhe impefumlo yobomi; umntu ke waba ngumphefumlo ophilileyo.

Qhathanisa

Hlola IGENESIS 2:7

4

IGENESIS 2:23

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wathi uAdam, Eli ke ngoku lithambo lasemathanjeni am, yinyama yasenyameni yam; lo yena ukubizwa kothiwa ngumfazi, ngokuba ethatyathwe endodeni.

Qhathanisa

Hlola IGENESIS 2:23

5

IGENESIS 2:3

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wawusikelela uThixo umhla wesixhenxe, wawungcwalisa; ngokuba waphumla ngawo kuwo wonke umsebenzi wakhe awawudalayo uThixo, wawenza.

Qhathanisa

Hlola IGENESIS 2:3

6

IGENESIS 2:25

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Baye bobabini behamba zé, umntu lowo nomkakhe, bengenazintloni.

Qhathanisa

Hlola IGENESIS 2:25

Isahluko esedlule
Isahluko esilandelayo
I-YouVersion'

Ukukukhuthaza nokukubekela inselelo yokufuna ubudlelwano noNkulunkulu nsuku zonke.

Inkonzo

Mayelana

Imisebenzi

Volontiya

I-Blogi

Abezindaba

Izixhumanisi Eziwusizo

Usizo

Nikela

Izinguqulo zeBhayibheli

AmaBhayibheli Alalelwayo

Izilwimi zeBhayibheli

Ivesi losuku


Inkonzo yedijithali ye

Life.Church
Zulu

©2026 I-Life.Church / YouVersion

Inqubomgomo yobumfihloImibandela
Uhlelo Lokudalula Ubungozi
U-FacebookU-TwitterI-InstagramI-YouTubeI-Pinterest