YouVersion 标志
圣经计划视频
获取软件
选择语言
搜索图标

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5 的热门经文

1

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:1-2

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngoko yibani ngabaxelisa uThixo, ngokwabantwana abaziintanda; nihambe eluthandweni, kwanjengokuba naye uKristu wasithandayo, wazinikela ngenxa yethu, ukuba abe ngumnikelo nedini kuye uThixo, ukuba abe livumba elimnandi.

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:1-2

2

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:15-16

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Khangelani ngoko, ukuba ningathini na, ukuze kucokiseke ukuhamba kwenu; ningabi njengabaswele ubulumko, yibani njengezilumko; nizongela ixesha eli, ngokuba le mihla ayindawo.

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:15-16

3

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:18-20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Musani ukunxila yiwayini, ekukhoyo kuloo nto ukuzibhubhisa; kodwa nizaliswe nguMoya; nithetha omnye komnye ngeendumiso neengoma nezango ezizezomoya, nivuma, nibetha uhadi entliziyweni yenu kuyo iNkosi, nimana nibulela ngenxa yeento zonke, egameni leNkosi yethu uYesu Kristu, kuye uThixo uYise

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:18-20

4

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:17

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngenxa yoko musani ukuba ziintsweli-kuqonda; yibani ngabakuqondayo into okuyiyo ukuthanda kweNkosi.

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:17

5

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:25

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Nina madoda, bathandeni abafazi benu, njengokuba naye uKristu walithandayo ibandla, wazinikela ngenxa yalo

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:25

6

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:8

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba nina naye nifudula nibubumnyama, ke ngoku nikukukhanya, niseNkosini nje; hambani ke ngokwabantwana bokukhanya.

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:8

7

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Nilulamelana ngokoyika uThixo.

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:21

8

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:22

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Nina bafazi, walulameleni awenu amadoda, ngokokululamela iNkosi

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:22

9

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:33

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kodwa ke manithi nani ngabanye, elowo amthande umkakhe, njengoko azithanda ngako; Umfazi ke makayoyike indoda.

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:33

10

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:31

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngenxa yoko ke, umntu womshiya uyise nonina, anamathele kuye umkakhe, baze abo babini babe nyama-nye.

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:31

11

Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:11

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kanjalo musani ukuba nabudlelane ngemisebenzi yobumnyama engenasiqhamo

对照

探索 Kwabase-Efese Kwabase-Efese 5:11

上一章
下一章
YouVersion

我们要鼓励、挑战你每天亲近上帝。

事工

关于我们

就职机会

义工

博客

新闻区

有用链接

帮助

捐赠

圣经译本

音频圣经

译本语言

今日经文


此数字事工属于

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

隐私政策使用条款
漏洞披露方案
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

主页

圣经

计划

视频