Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEROMA 12:9-18

KWABASEROMA 12:9-18 - Uthando malungabi naluhanahaniso; kuthiyeni okungendawo, namathelani kokulungileyo. Mayela nothando olu lobuzalwana, ndithi, yenzelanani ububele; mayela nembeko leyo, phangelanani; mayela nokunyameka oko, musani ukunqena; mayela nomoya lo, vuthani; mayela neNkosi le, khonzani; mayela nethemba, vuyani; mayela nembandezelo, nyamezelani; mayela nomthandazo, zingisani; mayela neentswelo zabangcwele, yibani nobudlelane; ukubuka iindwendwe kusukeleni.
Basikeleleni abanitshutshisayo; sikelelani, ningaqalekisi. Vuyani nabavuyayo, nilile nabalilayo. Cingelanani nto-nye; musani ukucinga izinto eziphakamileyo, tsalelani kwezithobekileyo. Musani ukuba ziingqondi ngokwenu. Ningabuyekezi ububi ngobubi nakubani. Khathalelani okùhle emehlweni abantu bonke.
Ukuba kunokwenzeka, okukokwenu nina, hlalani ninoxolo nabantu bonke.

Uthando malungabi naluhanahaniso; kuthiyeni okungendawo, namathelani kokulungileyo. Mayela nothando olu lobuzalwana, ndithi, yenzelanani ububele; mayela nembeko leyo, phangelanani; mayela nokunyameka oko, musani ukunqena; mayela nomoya lo, vuthani; mayela neNkosi le, khonzani; mayela nethemba, vuyani; mayela nembandezelo, nyamezelani; mayela nomthandazo, zingisani; mayela neentswelo zabangcwele, yibani nobudlelane; ukubuka iindwendwe kusukeleni. Basikeleleni abanitshutshisayo; sikelelani, ningaqalekisi. Vuyani nabavuyayo, nilile nabalilayo. Cingelanani nto-nye; musani ukucinga izinto eziphakamileyo, tsalelani kwezithobekileyo. Musani ukuba ziingqondi ngokwenu. Ningabuyekezi ububi ngobubi nakubani. Khathalelani okùhle emehlweni abantu bonke. Ukuba kunokwenzeka, okukokwenu nina, hlalani ninoxolo nabantu bonke.

KWABASEROMA 12:9-18

KWABASEROMA 12:9-18
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo