KWABASEROMA 7:18
KWABASEROMA 7:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba ndiyazi ukuba ngaphakathi kwam, oko kukuthi enyameni yam, akumi okulungileyo; kuba ukuthanda kukhó ukubakho oku kum; ke kona ukukusebenza okuhle andikufumani.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 7KWABASEROMA 7:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba ndiyazi ukuba ngaphakathi kwam, oko kukuthi enyameni yam, akumi okulungileyo; kuba ukuthanda kukhó ukubakho oku kum; ke kona ukukusebenza okuhle andikufumani.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 7KWABASEROMA 7:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiyazi ukuba akuhlali nto ilungileyo kum – nditsho kwisimo sam esonakeleyo – kuba kaloku umnqweno wokwenza into elungileyo ukho kum, kodwa ukwenza andinako.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 7