IINDUMISO 63:6 - Compare All Versions
IINDUMISO 63:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndákukukhumbula emandlalweni wam, Emilindweni yobusuku ndicamanga ngawe.
Yabelana
IINDUMISO 63 XHO75IINDUMISO 63:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emandlalweni wam ndicinga ngawe; ndicamngca ngawe phakathi kobusuku.
Yabelana
IINDUMISO 63 XHO96IINDUMISO 63:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nxa ndikumbula wena esililini sam, nxa ndicinga wena emavaṙashweni asebusuku.
Yabelana
IINDUMISO 63 XHO1902AIINDUMISO 63:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ndithi ndakukhumbula esililini sam, ndikukhumbule emlindweni wasebusuku.
Yabelana
IINDUMISO 63 CXB24