IMIZEKELISO 22:24
IMIZEKELISO 22:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
Musa ukuhlobana nomntu onephuku; sukuhambisana nonkom' iyahlaba.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22IMIZEKELISO 22:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Musa ukuqhelana nomntu onomsindo, Ungahambi nendoda enobushushu
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22IMIZEKELISO 22:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
Musa ukuhlobana nomntu onephuku; sukuhambisana nonkom' iyahlaba.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 22