UISAYA 60:3 - Compare All Versions
UISAYA 60:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ziya kuhamba iintlanga zize ekukhanyeni kwakho, ookumkani beze ebumhlotsheni bokuthi chapha kwakho.
Yabelana
UISAYA 60 XHO75UISAYA 60:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oko kukhanya kotsala neentlanga, nezikumkani ngokwazo uzikhange loo mso.
Yabelana
UISAYA 60 XHO96UISAYA 60:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kuza abaheyideni ekukanyeni kwako, nokumkani ekukazimleni kwokupuma kwako.
Yabelana
UISAYA 60 XHO1902AUISAYA 60:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Iintlanga ziya kuza ekukhanyeni kwakho, nookumkani beze eluzukweni lovuko lwakho.
Yabelana
UISAYA 60 CXB24