Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

KAYOHANE III 1:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

KAYOHANE III 1:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Andinaluvuyo lungaphezu kolu, lokuba ndive ukuba abantwana bam bahamba enyanisweni.

KAYOHANE III 1:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Akukho nto indonwabisa njengokuva ukuba abantwana bam bahlala bethe ngcembe enyanisweni.

KAYOHANE III 1:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Andinalo uvuyo olukulu ngakumbi kuko oku, ukuba ndive usapo lwam ukuba luyahamba enyanisweni.

KAYOHANE III 1:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Andinaluvuyo lungaphezu kolu, lokuba ndive ukuba abantwana bam bahamba enyanisweni.