OOKUMKANI II 19:19 - Compare All Versions
OOKUMKANI II 19:19 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ngoko, Yehova Thixo wethu, khawusisindise esandleni sakhe, zazi zonke izikumkani zehlabathi ukuba wena unguYehova uThixo wedwa.
Yabelana
OOKUMKANI II 19 XHO75OOKUMKANI II 19:19 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ngoku, Ndikhoyo Thixo wethu, khawusihlangule kulo mfo, khon' ukuze zonke izikumkani zehlabathi ziqonde ukuba nguwe wedwa, Ndikhoyo, onguThixo.”
Yabelana
OOKUMKANI II 19 XHO96OOKUMKANI II 19:19 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku, YEHOVA, TIXO wetu! zusisindise esandleni sake, ukuze bonke ubukumkani bomhlaba bazi ukuba wena u NGUYEHOVA, UTIXO, wena wedwa.
Yabelana
OOKUMKANI II 19 XHO1902AOOKUMKANI II 19:19 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ke kaloku, Yehova Thixo wethu, sihlangule esandleni sakhe, zazi zonke izikumkani zehlabathi, ukuba wena umnye, Yehova Thixo.
Yabelana
OOKUMKANI II 19 CXB24