OOKUMKANI II 18:7 - Compare All Versions
OOKUMKANI II 18:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova waba naye; wenza ngengqiqo ezintweni zonke aziphumeleyo. Wagwilika kukumkani waseAsiriya, àkamkhonza.
Yabelana
OOKUMKANI II 18 XHO75OOKUMKANI II 18:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uNdikhoyo waba ngakuye, wamphumelelisa nakuyiphi na into ayenzayo. Wayivukela ikumkani yaseAsiriya, akavuma ukuyibusa.
Yabelana
OOKUMKANI II 18 XHO96OOKUMKANI II 18:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye UYEHOVA ebenaye; apo wapumela kona watamsanqeleka: kanjalo wavukela ngakuye ukumkani we‐Asiriya, waza akamkonza.
Yabelana
OOKUMKANI II 18 XHO1902AOOKUMKANI II 18:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
uYehova waba naye; naphi na apho aya khona, waphumelela, wagwilika kukumkani waseAsiriya, akamkhonza.
Yabelana
OOKUMKANI II 18 CXB24