OOKUMKANI II 18:5 - Compare All Versions

OOKUMKANI II 18:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Wakholosa ngoYehova uThixo kaSirayeli; emveni kwakhe akubangakho unjengaye phakathi kookumkani bonke bakwaYuda, naphakathi kwabo babekho ngaphambi kwakhe.

OOKUMKANI II 18:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)

UHezekiya yena wakholosa ngoNdikhoyo uThixo kaSirayeli. Kubo bonke ookumkani bakwaJuda akuzange kubekho ofana naye, ngaphambili nangasemva kwakhe.

OOKUMKANI II 18:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wakholosa ngoYehova uThixo kaSirayeli; kangangokuba emva kwakhe akuzange kubekho unjengaye kubo bonke ookumkani bakwaYuda nakubo bonke abo babengaphambi kwakhe.

OOKUMKANI II 18:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Watembela kuye UYEHOVA, UTIXO wo‐Sirayeli; kwaye kungeko emva kwake onjengaye pakati kwabo bonke okumkani bo‐Juda, napakati kwabo abebeko pambili kuye.