OOKUMKANI II 17:39 - Compare All Versions
OOKUMKANI II 17:39 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NguYehova uThixo wenu yedwa eniya koyika yena; wonihlangula esandleni seentshaba zenu yena.
Yabelana
OOKUMKANI II 17 XHO75OOKUMKANI II 17:39 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuphela nqulani uNdikhoyo uThixo wenu, kuba nguye yedwa oya kunihlangula kuzo zonke iintshaba zenu.”
Yabelana
OOKUMKANI II 17 XHO96OOKUMKANI II 17:39 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kodwa moyike uYehova uThixo wakho; anisindise esandleni seentshaba zenu zonke.
Yabelana
OOKUMKANI II 17 CXB24OOKUMKANI II 17:39 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko UYEHOVA, UTIXO wenu, niya kumoyika: waye yena eya kunihlangula esandleni sazo zonke intshaba zenu.
Yabelana
OOKUMKANI II 17 XHO1902A