oOKumkani 2 20:3
oOKumkani 2 20:3 CXB24
Khawukhumbule, ndiyakukhunga, Yehova, ukuhamba kwam phambi kwakho, enyanisweni, nangentliziyo ephelelisileyo, ndakwenza okulungileyo emehlweni akho. uHezekiya walila ngokukrakra.