KwabaseKorinte 2 12:10

KwabaseKorinte 2 12:10 CXB24

Kungoko ndikholisiweyo kukuswela amandla, kukuphathwa kakubi, ziingxakeko, ziintshutshiso, ziingxinano, ngenxa kaKristu; kuba xa ndibuthathaka, kuxa kanye ndinamandla.

Umfanekiso weVesi ye KwabaseKorinte 2 12:10

KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 12:10 - Kungoko ndikholisiweyo kukuswela amandla, kukuphathwa kakubi, ziingxakeko, ziintshutshiso, ziingxinano, ngenxa kaKristu; kuba xa ndibuthathaka, kuxa kanye ndinamandla.