U‐Habakuke 3:19
U‐Habakuke 3:19 XHO1902A
UYEHOVA OYINKOSI ungamandla am; waeya kuzenza inyawo zam zibe njengezamaxamakazi, andihambise ezinyangweni zam. Kumhlabeli omkulu owenza ngeneginote zam.