Inkulu inkohlakalo esiyenzileyo kuwe; asiyithobelanga imiyalelo nemimiselo nemithetho owayinikezela kwisicaka sakho uMosis. “Khawusikhumbule isiyalo owasinika isicaka sakho uMosis, usithi: ‘Xa nithe ananyaniseka ndiya kunichitha-chitha phakathi kwezizwe, kodwa ukuba nithe nabuyela kum, nayithobela imiyalelo yam, bothi noba sebechithakele beseziphelweni zomhlaba abantu bakowenu, ndibaqokelele khona apho, ndibabuyisele kule ndawo ndayinyulayo ukuze lihlale kuyo igama lam.’
Funda UNEHEMIYA 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UNEHEMIYA 1:7-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo