OOKUMKANI II 20:6
OOKUMKANI II 20:6 XHO75
ndongèze kwimihla yakho ishumi elinesihlanu leminyaka; ndikuhlàngule wena nalo mzi esandleni sokumkani waseAsiriya, ndiwukhusele lo mzi ngenxa yam, nangenxa kaDavide umkhonzi wam.