OOKUMKANI II 18:7
OOKUMKANI II 18:7 XHO75
UYehova waba naye; wenza ngengqiqo ezintweni zonke aziphumeleyo. Wagwilika kukumkani waseAsiriya, àkamkhonza.