Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uYobhi uYobhi 34

1

uYobhi uYobhi 34:21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngokuba amehlo akhe ondele iindlela zomntu, Uyazibona zonke iindlela zakhe.

Thelekisa

Phonononga uYobhi uYobhi 34:21

2

uYobhi uYobhi 34:32

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Endingakuboniyo, nguwe ondifundisayo; Ukuba ndenze ububi, andiyi kuphinda?

Thelekisa

Phonononga uYobhi uYobhi 34:32

3

uYobhi uYobhi 34:10-11

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngako oko, nina madoda okuqonda, ndiphulaphuleni; Kukude kuThixo ukuba wenze ububi; nokukaSomandla ukwenza ububi. Uya kumbuyekeza ngokwezenzo zakhe, Elowo nalowo ngokwendlela yakhe.

Thelekisa

Phonononga uYobhi uYobhi 34:10-11

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo