Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka IINDUMISO 36

1

IINDUMISO 36:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Wena ulithende lobomi; ngokhanyiso lwakho sibona ukukhanya.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 36:9

2

IINDUMISO 36:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Hayi izibele zakho, Thixo, ebantwini! Oonyana babantu bazimela phantsi kwephiko lakho.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 36:7

3

IINDUMISO 36:5

IBHAYIBHILE

XHO96

Kodwa zona izibele zakho, Ndikhoyo, ziye kuthi gaa ngamazulu, nentembeko yakho yaya kuthi ngqu ngamafu.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 36:5

4

IINDUMISO 36:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Ukulunga kwakho akugungqi, kunjengentaba; zinzulu njengolwandle zona izigqibo zakho. Uyabanakekela abantu nezilo, wena Ndikhoyo.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 36:6

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IINDUMISO 36

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest