1
IINDUMISO 35:1
IBHAYIBHILE
XHO96
*Ndikhoyo, ndilamlele kwabo bandivuyelelayo, undilwele kwabo balwa nam.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 35:1
2
IINDUMISO 35:27
Makube yimincili kwabo bafuna ndigwetyelwe; mabamemelele bathi: “Makabongwe uNdikhoyo, yena ofuna impumelelo yesicaka sakhe.”
Phonononga IINDUMISO 35:27
3
IINDUMISO 35:28
Ke mna ndovakalisa ukulunga kwakho, ndikubonge imini yonke.
Phonononga IINDUMISO 35:28
4
IINDUMISO 35:10
Ndothi ngomxhelo wonke: “Akakho onjengawe, Ndikhoyo.” Wena uhlangula iindwayi kwabanamandla kunazo, ukhusele indwayinge kubacinezeli.
Phonononga IINDUMISO 35:10