Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka IINDUMISO 23

1

IINDUMISO 23:4

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoko ke, nokuba ndihamba kwiingxondorha ezimnyama, andinadyudyu. Kaloku ungakum, wena Ndikhoyo; isagweba sakho nebhunguza lakho lixhadi lam.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 23:4

2

IINDUMISO 23:1

IBHAYIBHILE

XHO96

*InguNdikhoyo nje ondalusayo, ndingaswela ntoni na?

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 23:1

3

IINDUMISO 23:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoko ke ndiya kulandelwa kokulungileyo nabububele, umzi wakho ube likhaya lam yonke imihla yobomi bam.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 23:6

4

IINDUMISO 23:2-3

IBHAYIBHILE

XHO96

Nguye ondikhaphelela kumadlelo aluhlaza, andikhokelele kwimilambo empompozayo, nditsho ndihlaziyeke emphefumlweni. Undithundezela kwezona ndlela zilungileyo, ukuze lidunyiswe igama lakhe.

Thelekisa

Phonononga IINDUMISO 23:2-3

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IINDUMISO 23

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo