Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KUMAHEBHERE 1

1

KUMAHEBHERE 1:3

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

othe, elubengezelo lobuqaqawuli bakhe, nombhalo wenkqu yakhe, ezithwele nokuzithwala zonke izinto ngalo ilizwi lamandla akhe, wesuka, akuba eyenzile ngokwakhe intlambululo yokusihlambulula ezonweni, wahlala phantsi ngasekunene kobuKhulu, enyangweni

Thelekisa

Phonononga KUMAHEBHERE 1:3

2

KUMAHEBHERE 1:1-2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UThixo wayethethile nje kudala ngeendawo ezininzi, nangeendlela ezininzi, koobawo ngabo abaprofeti, uthethe ngale mihla yokugqibela kuthi ngoNyana; awammisayo wayindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wayenza indalo yonke

Thelekisa

Phonononga KUMAHEBHERE 1:1-2

3

KUMAHEBHERE 1:14

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Azingomoya ababusayo zonke na, zithunywe ukuba zilungiselele abo baza kuba ziindlalifa zalo usindiso?

Thelekisa

Phonononga KUMAHEBHERE 1:14

4

KUMAHEBHERE 1:10-11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Abuye athi, Ekuqalekeni, wena Nkosi, waliseka ihlabathi, Nalo izulu lingumsebenzi wezandla zakho; Wona aya kutshabalala, ke wena uhlala uhleli; Aye onke njengengubo eya konakala

Thelekisa

Phonononga KUMAHEBHERE 1:10-11

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KUMAHEBHERE 1

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo