Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KWABASEKOLOSE 1

1

KWABASEKOLOSE 1:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

owasihlangulayo egunyeni lobumnyama, wasifudusela ebukumkanini boNyana wothando lwakhe

Thelekisa

Phonononga KWABASEKOLOSE 1:13

2

KWABASEKOLOSE 1:16

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngokuba zadalelwa kuye zonke izinto, ezisemazulwini nezisemhlabeni, ezinokubonwa nezingenakubonwa, nokuba ziitrone, nokuba zibubukhosi, nokuba zizilawuli, nokuba ngamagunya; zonke izinto zidalwe nguye, zidalelwe yena.

Thelekisa

Phonononga KWABASEKOLOSE 1:16

3

KWABASEKOLOSE 1:17

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Yena ke ungaphambi kweento zonke, nazo zonke izinto zima zimi kuye.

Thelekisa

Phonononga KWABASEKOLOSE 1:17

4

KWABASEKOLOSE 1:15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Úngumfanekiselo kaThixo ongenakubonwa, owamazibulo kwindalo yonke.

Thelekisa

Phonononga KWABASEKOLOSE 1:15

5

KWABASEKOLOSE 1:9-10

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngenxa yoku, kususela kwimini esevayo, nathi asiphezi ukunithandazela nokunicelela, ukuze nizaliswe kukukwazi kakuhle ukuthanda kwakhe, ninokulumka nokuqonda konke okukokomoya; ukuze nihambe ngokuyifaneleyo iNkosi, nise kuko konke ukukholisa, nixakathe isiqhamo kuwo wonke umsebenzi olungileyo, nikhulela ekumazini uThixo

Thelekisa

Phonononga KWABASEKOLOSE 1:9-10

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KWABASEKOLOSE 1

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo