Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KUTIMOTI II 4

1

KUTIMOTI II 4:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Umzamo omhle ndiwuzamile, ugqatso ndilufezile, ukholo ndilugcinile.

Thelekisa

Phonononga KUTIMOTI II 4:7

2

KUTIMOTI II 4:2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

livakalise ilizwi; zingisa ukwenjenjalo ngamathuba alungileyo naxakileyo; yohlwaya, khalimela, vuselela, únako konke ukuzeka kade umsindo, nokufundisa.

Thelekisa

Phonononga KUTIMOTI II 4:2

3

KUTIMOTI II 4:3-4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba kuya kubakho ixesha abangayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo; baya kusuka ngokweenkanuko zabo bazifumbele abafundisi, bebaba iindlebe; babeya kuzisonga zimke iindlebe kuyo inyaniso, baphambukele ke kuzo iintsomi.

Thelekisa

Phonononga KUTIMOTI II 4:3-4

4

KUTIMOTI II 4:5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke wena yiba yingcathu ezintweni zonke, nyamezela ububi, umsebenzi womshumayeli weendaba ezilungileyo wénze, búzalise ubulungiseleli bakho.

Thelekisa

Phonononga KUTIMOTI II 4:5

5

KUTIMOTI II 4:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Okokugqibela ndibekelwe isithsaba sobulungisa, eya kundibuyisela ngaso ngaloo mini iNkosi, umgwebi olilungisa; ingabi ndim ndedwa ke, ibe ngabo bonke abakuthandayo ukubonakala kwayo.

Thelekisa

Phonononga KUTIMOTI II 4:8

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KUTIMOTI II 4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest